Bongeziwe Mabandla – Isiphelo (untitlted) Lyrics

Lyrics For Isiphelo (untitled) By Bongeziwe Mabandla

[Verese 1]
Ekugqibileni kwento yonke
M’na ndisakuthanda
Noba asisekho kunye
Lontw’ayitheth’ukuba sendalibala

[Chorus]
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyanga eyadlula
Dlula ndihleli nawe

[Verse 2]
Mandibulele ngento yonke
Ondenzele yona
M’na ndilingqina
Lentliziyo yekh’ welungile
Ndiyak’ khumbula
Ndiyak’ khumbula
Ndiyak’ khumbula
Ndiyak’ khumbula

[Chorus]
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyanga eyadlula
Dlula ndihleli nawe

[Outro]
Akwaba, akwaba (Andikwaz’ ukuyeka)
Akwaba, akwaba (Ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
Akwaba, akwaba (Andikwaz’ ukuyeka)
Akwaba, akwaba (Ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
Akwaba, akwaba (Andikwaz’ ukuyeka)
Akwaba, akwaba (Ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
Akwaba, akwaba (Andikwaz’ ukuyeka)
Akwaba, akwaba (Ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)

Read previous post:
Dj D Double D – Grocery Store Lyrics

Lyrics For The Grocery By Dj D Double D Ft Benny Afroe, Manu Worldstar & Zoocci Coke Dope Hook: Zoocci...

Close