Bongeziwe Mabandla – Masiziyekelele (14.11.16) Lyrics

Bongeziwe Mabandla – Masiziyekelele (14.11.16) Lyrics

Lyrics For Masiziyekelele (14.11.16) By Bongeziwe Mabandla

Verse 1]
Akekho umunt’ omhle njegawe
Uyangingcangcazelisa
Kunini sizibambile?
Sokhululeka phi, na?

[Chorus]
Masiyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)
Mah ahh ahh!
Siziyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)

[Verse 2]
Abantu masibayeke
Abazazi intliziyo zethu
Ngoba kunini sizibambile
Sothandana phi, na?

[Chorus]
Masiyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)
Mah ahh ahh!
Siziyekelele (Siziyekelele)
Siziyekelele (Siziyekelele)

[Verse 3]
Side, side, sidebanye
Side, side, sidebanye
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele

[Outro]
Ubunga ziyekelela
Siziyekelele, siziyekelele
Zi-ziyekelele, ndoziyekelele
Siziyekelele, siziyekelele
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele, siziyekelele
Oh hoo hoo!
Siziyekelele, siziyekelele

You cannot copy content of this page