Bongeziwe Mabandla – Bambelela Kum(4.6.18) Lyrics

Lyrics For Bambelela Kum (4.6.18) By Bongeziwe Mabandla

Kutheni siphathana kanjena?
Kunzima ukuxolelana
Ngubani omuny’ esinaye?
Silahleke sisobabini
Bambelela kumi
Ndokubambelela kuwe
Bambelela kumi
Ndokubambelela kuwe

Sisonke esinako
Sisonke esinako
Sisonke esinako
Sisonke esinako
Esinako, esinako
Esinako, esinako
Esinako, esinako
Sisonke, sisonke
Esinako, esinako

You cannot copy content of this page