Berita – Siyathandana Lyrics

Berita – Siyathandana Lyrics

Lyrics For Siyathandana By Berita Ft Amanda Black

Xa ebiza  amalgams ethu ezulwini

Zoba secaleni kwakho

Xakufika imini yokugqibela

Zorba secaleni kwakho

 

Nasemnqamlezweni hally Yazidi

Zobase caleni kwakho

Hlalu uyazi ecaleni kwakho

Zobase caleni kwakho

 

Chorus

Yena nam ubaby wam, yena nam Siyathandana

Yena nam ubaby wam, yena nam Siyathandana

Yena nam ubaby wam, yena nam

Till the end

 

Ungowokuqala endicinga ngaye

Ngolwesibini ndadibana Nate

Ngoku mathathu amazwi endinawo

Ngolwesini ngolwesihlanu ndingowakho

Ngawe olawula ingqondo yam,nguwe olawula inqondo yam

 

Iyo waphola umphemfulo wam,iyo waphola umphemfulo

Wandiphandla amehlo am,wandiphandla amehlo am

Tsho yaxola inhliziyo yam yeah eh

 

Chorus

Yena nam ubaby wam, yena nam Siyathandana

Yena nam ubaby wam, yena nam Siyathandana

Yena nam ubaby wam, yena nam

Till the end

Yena nam ubaby wam, yena nam Siyathandana

Yena nam ubaby wam, yena nam Siyathandana

 

Yena nam kude kuyovalwa ,yena nam

Yena nam kude kuyovalwa ,yena nam

Yena nam

Yena nam

Yena nam

Till the end eh eh end

 

Yena nam ubaby wam, yena nam

Till the end

 

You cannot copy content of this page