Berita – Ndikhawulele Lyrics

Berita – Ndikhawulele Lyrics

Lyrics For  Ndikhawulele By Berita

Ndijonge emehleni

Thetha ndimamele

Uziva njani naa?

Uziva njani ngam

Bambisandla sam

Sondela uduze

Uzivha njani na aa?

Uzivha njani ngam

Ndikhawulele

Ndikhawulele

Ndixelele

Uzivha njani na

Uzivha njani ngam

 

Usandithanda?

Usandithanda na?

Ngabe

Usandithanda?

Usandithanda na?

 

Ndia Kuwe ndimsulwa

Bona nanga amanxeba am

Enhlizweni yam kusobabala

Kukhala esakho isiginci

Ebumnyameni ekukhanyeni

Soze ndijike

 

Ukuba ndizivha njani na aa

Ndizivha njani ngawe

Ndisakuthanda

Ndisakuthanda aaa

Ndisakuthanda

Ndisakuthanda aaa

 

Ndikhawulele

Ndikhawulele

Ndixelele

Ukuba uzivha njani naa

Uzivha njani ngam

 

Usandithanda?

Usandithanda na?

Usandithanda?

Usandithanda na?

Ingabe

Usandithanda?

Usandithanda na?

Usandithanda?

Usandithanda na?

Uzivha njani na

Uzivha njani ngami

Uzivha njani na

Uzivha njani ngami

Ndikhawulele

Ndikhawulele

Ndixelele

Ukuba uzivha njani naa

Uzivha njani ngam

Uzivha njani na

Uzivha njani ngami

Uzivha njani na

Uzivha njani ngami

 

Uuuuu uuuu uuuu

Uuuuu uuu uuuu

 

You cannot copy content of this page