Berita – Ndicel’iKiss Lyrics

Lyrics For Ndicel’ikiss By Berita

Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel’ ikiss
Yiza nono
Yisono na uk’thand’ umuntu wakho?
Yisono na baby ndiyak’buza
Hayi xa kunjalo kushukuthi ndizak’cel’ uxolo
Yiza masthandane, sbhuqane, k’vuth’ umlilo
Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel’ ikiss
Yiza nono
Ndik’funa la eduze kwam
Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’phuze
Ooh yeah
Lityala na uk’thand umuntu wakho?
Lityala na, baby ndiyak’buza
Hayi xa kunjalo kushukuthi ndzakufel ‘etrongweni
Yiza masthandane sibhuqane, k’qhum’ uthuli
Yeah sana ndiyadideka ndiya locka
Nyan nyan ungowami
Ingathi andikholelwa
Intliziyo yami, uyayikhanyisa
Ikhanye ithi qwenge
Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel’ ikiss
Yiza nono
Ndik’funa la eduze kwam
Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndik’funa la eduze kwam
Baby ndicel’ ikiss
Yiza nono
Wena baby
Wena wena baby
Wena baby
Wena baby
Wena wena baby
Wena baby
Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel’ ikiss
Yiza nono
Ndik’funa la eduze kwam
Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’qabule
Ndik’funa la eduze kwam
Baby ndicel’ ikiss
Yiza ndik’phuze
Yiza ndik’phuze

Read previous post:
Berita – Dance In The Rain Lyrics

Lyrics For Dance In The Rain By Berita Ft Mo-T Kukho lento ondenza yena Xandileli name ingathi ndibhabhe emafini Ingaske...

Close