Berita – Jikizinto Lyrics

Lyrics For Jikizinto By Berita

Idlulile iminyaka,idlulile iminyaka ndikhangela wena

Zidluli izinsuku,zidluli izinsuku ndikhumbula wena

Adlulile amalanga,adlulile amalanga ndifunana nawe

 

Eh kalok wena wena

Wahamba wangabuyi

Kalok wena

 

Chorus

Zojikiizinto Jikizinto

Nditi zojiki izinto

Namhlanje zojikiizinto jikizinto

Nditi zojiki izinto

Sibuyile isithandwa

Zojiki izinto

Oo oo my sugar sugar my sweet lavo

Zojiki izinto

Ooo sibuyile isilavati nami

 

Bendizibuza imibuzo

Udlani kwaye uphi, ulalapi ugqokani

Bendizibuza imibuzo

Uvele ithi qatha kutsintshe sonke idiom

Usanganisa umoya wam

Usanganisa umoya wam iiii

Usanganisa umoya wam iii heke

Oooo  heke

 

Chorus

Zojikiizinto Jikizinto

Nditi zojiki izinto

Namhlanje zojikiizinto jikizinto

Nditi zojiki izinto

Sibuyile isithandwa

Zojiki izinto

Oo oo my sugar sugar my sweet lavo

Zojiki izinto

Ooo sibuyile isilavati nami

 

 

 

 

 

Read previous post:
Berita – Siyathandana Lyrics

Lyrics For Siyathandana By Berita Ft Amanda Black Xa ebiza  amalgams ethu ezulwini Zoba secaleni kwakho Xakufika imini yokugqibela Zorba...

Close