Zahara – Udali Lyrics
Udali lyrics – Zahara
[chorus]
Angathin’ udali xa ‘ndibona ndinje x8
(Nguwe dali, ndinjena. Nguwe dali ndinje nje njena)
Oko bendimkil’ izolo
Ndiyohangela abantwana bam
Ndadibana nezihange zandihenda
Ngoku ndimanxeba nxeba, ndililolo apha
Kodwa bendisiya nezihlwele
[chorus]
Ndinje
Ndisis’ yoyoyo, ndisis’ mawu mawu x4
[chorus x2]
Ndinje
Ndisis’ yoyoyo, ndisis’ mawu mawu x4