The Soil – Mkhuluwa Lyrics

The Soil – Mkhuluwa Lyrics

Lyrics to Mkhuluwa By The Soil

We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEE, HEEEE, HEEEEE)
We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEEEE, HEEEE, HEEEEE)

We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEEEE, HEEEE, HEEEEE)
We mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEEEE, HEEEE, HEEEEE)

Yeeee we mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEEEE, HEEEE, HEEEEE)
Yeeee we mkhuluwa ndiyeke phela (HEEEEEEE, HEEEE, HEEEEE

We mkhuluwa ndiyeke phela
Ngoba mna ndiyahamba andihlali
Hamba andihlali
Ndithi We mkhuluwa ndiyeke phela
Ngoba mna ndiyahamba andihlali
Hamba andihlali

We mkhuluwa ndOkufela ekhaya
Ngobamna ndiyahamba andihlali
Hamba andihlali
Wem khuluwa ndOkufela ekhaya
Ngobamna ndiyahamba andihlali
Hamba andihlali

Bendibhalela wena
inqcwadi yokuthi ubuye ekhaya
Kodwa andiyitholi impendulo

Inqcwadi yokuthi ubuye ekhaya
Kodwa andiyitholi impendulo

Bendibhalela wena
inqcwadi yokuthi ubuye ekhaya
Kodwa andiyitholi impendulo

Awundikhathaleli
Awundithandi
Awundipathi kakuhle
Awundi naki
Awundi

Awundikhathaleli
Awundithandi
Awundipathi kakuhle
Awundi naki
Awundi

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Ayikho lendaba
Ncane ndiyahamba ndibuyele ekhaya

Ayikho lendaba
Ndihleli kulendlu ndiyafa yindlala

Tagged , ,

You cannot copy content of this page