Simphiwe Dana- Iliwa lam Lyrics

Simphiwe Dana- Iliwa lam Lyrics

Ezinzulwini zobusuku
Xa lufik’ uloyiko lwam
Uyandinika Amandla
Wena uliliwa lam
Andinoyika
Nto uhleli nam
Wena uliliwa lam
chorus:
Uliliwa lam
Xa ndikhathele
Xa ndoyisiwe
Uliliwa lam
verse 2:
Njengoba ndikude ndikude
Ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam
Asinaxesha eloneleyo
Ndikucinga njalo uyazi wena sithandwa sam
Sowuhlala ungadinwa
Uyintando yam uyazi wena sithandwa sam
Xa undikhumbula
Uzukhumbule
Nguwe kuphel’ iliwa lam
(chorus)
Tagged

You cannot copy content of this page