Ringo Madlingozi- Into Yam Lyrics

Ringo Madlingozi- Into Yam Lyrics

Lyrics to Into Yam By Ringo Madlingozi

[Chorus]
Tshotsho mama
Tshotsho mama
Tshotsho mama
Ndikhethiwe kuwe

Ubuhle bentombi zonke
Zonk’emhlabeni
Nditsho negqongo nokumila
Abathathi nto kuwe
Ubuhle bentombi zonke
Zonke zalomhlaba Nditsho nengqondo
Nokuhamba
Abathathinto kuwe Eh!

Ubuhle bakho ntombi
Amehlo akho sithandwa sami (Yiloo nto)
Ndikuthanda kangaka (Yiloo nto)
Ndikuthanda kangaka (Ngenhliziyo yami yonke)
Uthando lwakho ntombi
Ukumila kwakho nunu wam
Ndikufela kangaka
Ndikufela kangaka (Ubomi bami bonke)

[Chorus]

Amazwi entombi zonke
Zonke ek’hlaleni
Nditsho negqondo nokujonga
Abathathi nto kuwe Ubuhle bentombi zonke
Zonke aph’emzantsi
Nditsho nengqondo nokumila
Khawubuke

Kusaseka kawena nwana
Mahlo yawena murhandziwa wanga (hisona)
Shwi endzaka ndzikurhandza (hisona)
Shwi endzaka ndzikurhandza
Rhirhandzo rawena ntombi
Kuhimeka kawena nwana (shwilo hini)
Ndzikufela songasi (shwilo yini)
Ndzikufela songasi
Butomi bzamina hinkwabzo

[Chorus]

Tshotsho mama x3
Ndzikufela songasi
Tshotsho mama x3
Ndikuthanda kangaka (ngenhliziyo yami yonke)
Tshotsho mama x3 (uthi k’theni)
Ndikufela kangaka
Tshotsho mama x3 (hisona)
Shwi endzaka ndzikurhandza
Rhirhandzo rawena ntombi kuhimeka kawena nwana (shwilo yini)
Ndzikufela songasi
Ndzikufela songasi

Tagged

You cannot copy content of this page