Ntando- Mngani Wam lyrics

Ntando- Mngani Wam lyrics

(Chorus x2)

  We mngani wam
  Kutheni undimosha nje
  Aw mina ndikuthembe kangaka
  Wandenza ndikuthembe kanjena
  Hay’ mhlobo wami enandimthanda
  Yintoni lena ondenza yona
  Oh ndibathe ndithe ndizama ukuthemba
  Hay wena udlala undenza wrongo
  Hay’ mhlobo wami enandimthanda
  Yintoni lena ondenza yona
  Oh ndibathe ndithe ndizama ukuthemba
  Hay wena udlala ungenza wrongo
  Haw khumbula
  Khumbula izenzo zakho
  Izenzo zakho
  Ngoba ngenye imini yo
  Ngeke usathanda
  Sizawubuyisa zonke
  Khumbula khumbula
  Izenzo zakho
  Ngoba ngenye imini yo
  Ngeke usathanda
  Sizawubuyisa zonke
  (Chorus x4)
  Mmm kwakutheni khona
  Mina ndedwa ndikumamela upho  kunditjela
  Ngoba inyani ndiyixolisile
  inyani ndiyixolisile
  Ndithi kwakutheni khona
  Mina ndedwa ndikumamela upho  kunditjela
  Ngoba inyani ndiyixolisile
  inyani ndiyixolisile
Tagged

You cannot copy content of this page