Ntando Bangani- Hlengiwe lyrics

Ntando Bangani- Hlengiwe lyrics

Hlengiwe lyrics – Ntando Bangani

[intro]
Eh! Ntando wakwaNtu

Hlengiwe andidlali ngawe
Hlengiwe ndithandana nawe
Kubo bonke wena uyisithandwa sami
Kubo bonke wen ulubambo lwam

Ndizakubamba ngesandla, andinantloni ngawe
Abanye abantu abonwabanga, ndiyaboniswa njalo
Hlengiwe ungabahoyi sana lwam
Themba kum, yo ndizoku** ngemihla

Bath’ indlovu ayisind ngumboko wayo
mna ndigqibile ndenze isigqibo ngok
Ndizawuhlala nawe phansi
Masixoxe sobabini, mama sikhule sobabini
Mna ndigible ndenz’ isigqibo ngok
Ndiyzinikela ntombi kuwe

[chorus]

Uyimbali entle ngakum **
Andimfuni ***
Hlal’ uyaz’ ungumlingani kum
Ndizakunik’ intloniph’ iphelle
Hlengiwe, abantu abayifun’ intw’ entle
Ndizakuncamathela ubomi bam bonke

Andazi mna kumele ndenze njani yo
Xa ndikulandela bandibuza ngempangelo
Uthi ndenze njani Hlengi wam
Ngoba kum akho ntw’ ithi mandikuyeke
Ndenze njani Hlengi wam
Xa ndingahlukana nawe ngamanxeba wodwa

[chorus]

Tagged , ,

You cannot copy content of this page