[Lyrics] Nathi Mankayi – Nomakanjani Lyrics

[Lyrics] Nathi Mankayi – Nomakanjani Lyrics

Lyrics to Nomakanjani by Bathi Mankayi

[Chorus]
Nomakanjani dali wam
Ngeke ngik’shiye
Sofa silahlane

Whe dali wam
Yintoni na ondenza yona mh
Mh xa ndivuka ekusni, ndincumile
Oh, kungenxa yothando lwakho
Yeah
Mna ndiyoyika ukubuza nesiduko sakho
Mhlawumbe syazalana
Oh, mntwan’ omnntu
Indlela obundiphethe ngayo izolo
Ndisithathil’ isigqibo
Nakanjani, noma kanjani

[Chorus]
Nomakanjani dali wam
Ngeke ngik’shiye
Sofa silahlane

Ingaske ndisoloko ndihleli nawe
Ingaske ungahambi, ubuyele ekhaya
Ingaske ubusuku bungadluli
Oko ndisibambile isandla sakho
Ungowamm ndingowakho
Dali wam
Ndifuna wena ecaleni kwam
Indlela obundphethe ngayo izolo
Ndisithathil’ isigqibo
Ungowam, nomakanjani

[Chorus]
Nomakanjani dali wam
Ngeke ngik’shiye
Sofa silahlane

Ungowamm ndingowakho
Dali wam
Ndifuna wena ecaleni kwam
Indlela obundphethe ngayo izolo
Ndisithathil’ isigqibo
Nakanjani, nomakanjani

[Chorus]
Nomakanjani dali wam
Ngeke ngik’shiye
Sofa silahlane

You cannot copy content of this page