
Mgodi Zahara Lyrics
Ewe Ndiyavuma
Ndikhubekile mna kwi gravel
Intuthu emahlwen’am uhmmm
Bendingayazi zosuswa ngubani x 2
Mgodi Mgodi Ndizimela ngawe x 3
Bendingayazi zosuswa ngubani x2
Mgodi Mgodi ndizimela ngawe x 4
Bendingayazi zosuswa ngumani x 2
Uzozibonela ngam
Uzozenzela ngam
Mna ndigutyungelwe
Siqhushumbisi qhushuma ahhhhaaa ngam
Bendingayazi zosuswa ngubani x 2