Vusi nova – loli lyrics

Vusi nova – loli lyrics

[Chorus]
Loli lavi wam yintoni undenza nje mna?
Bendithi ungowam, nam ndingowakho
Ndicel’ ungandishiyi themba lam

Loli baby wam
Kutheni ungath ufun’ ukuchaza abantu
Kubo bonke, ndikhethile mna
Ndithi nawe baby wavumelana nam

Baby naw’ uyazi ma kukuhle
Abantu bathand’ ukufak’ unyawo
Bohlala benomona
Wen’ ungowami nodoli wam
Yhe ndithi baby uthandwa ndim
Uthandwa ndim Loli

[Chorus]

Xa ndiphumil’ endlini mna ndyosebenza
Basala bona bexoka ngegama lam
Yhe Loli please subakholwa
Bathetha intw’ engekhoyo
Imbudane yodwa
Themba mina switi lav’ o
Ungowami ndingowakho
Never bandijulel’ emafini

Sthandwa kumele sibonisane.
Uma uvele uqoq’ uhambe
Kanti kutheni ungandibuzi
Wakholelwa abantu
Ndim umntu wakho

[Chorus]

You cannot copy content of this page