Sun-El Musician – Ubomi Abumanga Lyrics

Sun-El Musician – Ubomi Abumanga Lyrics

Lyrics For Ubomi Abumanga By Sun-El Musician

Bekuk`dala ngoku use neminqweno

Khawuthuwelibloko

Uze nganeno

Bekuk`dala ngoku

Usenaz`injongo

Kawuthuwelibloko

Uze nganeno

Sasikhule sonke

S`phuph1emazulwini

Scagamelilanga(scagamelilanga)

Izwa ndik`khumbuze ubomi abumanga

 

Soze abekh`ofana nawe

(ofana nawe soz`abekho)

Soze abekh`ofana nawe

(ofana nawe soz`abekho)

 

Vul`amehlujonge

Noba ak`lulanga

K`dala sivukile

Bom`abumanga

Izakhona zakho

Neziphiwo zakho

Azuk`phelelanga

Sizok`khanyisela

Ibe mhloph`indlela

Lizophum`ilanga (lizophum`ilanga)

Iza ndik`khumbuze

Bom`abumanga

 

Asozabekh`ofana nawe

(lizophum`ilanga)

Ofana nawe(soz`abekho)

Asozabekh`ofana nawe

(lizophum`ilanga)

Ofana nawe(soz`abekho)

Asozabekh`ofana nawe

(lizophum`ilanga)

Ofana nawe(soz`abekho)

Asozabekh`ofana nawe

(lizophum`ilanga)

Ofana nawe(soz`abekho)

 

You cannot copy content of this page