Sliqe – Standat Lyrics

Lyrics For Standat By Sliqe

Sizoroka man

Noba imali ingakanani

Thina siyisusa ngenkani

Noba imali ingakanani

Heh ndithi singabeja sani

Noba imali ingakanani

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

Kaloku wena

Wakhul’ungamameli anditsho

Mamela

Babengak’understandi

Anditsho

Always watch how you thetha

Don’t forget to remember

Bingela Xawulanda

Email your ancestors

Ndiz’shaya ngokugodusa

take you back kwandokwenza

stayela samahala

freestyle it doesn’t matter

Mas’dlale ujam alley

Ndikheth’umiddle centre

Correct i enter

Big mood Bob Mabena

 

Move ndangena

ngicul’ usmooth operator

Move ndangena

ngicul’ usmooth operator

ndithi move ndagena

ngicul’ usmooth operator

Move ndangena

ngicul’ usmooth operator

 

Sizoroka man

Noba imali ingakanani

Thina siyisusa ngenkani

Noba imali ingakanani

Heh ndithi singabeja sani

Noba imali ingakanani

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

 

Heey

Thina oko siyazi

Heey

This bump is the one you wanted

Heey

heeey

aha uh uh

 

I don’t mind anymore

Andikhathali

Me i never worry

Oh sometimes you will fall

Kumele uqine uqoqoshe ingqondo

ndafika ndac’ina

ndalinda ndalila,

ndagqithi

Ndiqiqe ndade ndayiqwalasela

Ndiyakuxelela

 

Sizoroka man

Noba imali ingakanani

Noba imali ingakanani

Heh ndithi singabeja sani

Noba imali ingakanani

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

I keep it up, standat

khumbul’ungalibali

umgangatho

 

Heey

Thina oko siyazi

Heey

This bump is the one you wanted

Heey

heeey

aha uh uh

Read previous post:
Exicition B – Vintage Lyrics

Lyrics For Vintage By Exicition B {Intro:Exicition B} Yo! Yo Boy Exicition B!! And Kash Pleen!! (Yea) {Verse1:Exicition B} Round...

Close