Simphiwe Dana – Kumnyama lyrics

Lyrics For Kumnyama By Simphiwe Dana

[Chant]
Hhe kumnyama
Ndim lo kumnyama
Ingabe thando uphi na kobumyama
Hhe kumnyama
Ndim lo kumnyama

[Verse 1]
Ehh eheheh hehe
Hhe kumyama
Ndihleli ndedwa mna
Ndim lo kumnyama
Eh hee ehh hhe kumnyama
Ndihleli ndedwa mna
Ndim lo kumnyama
Andisakwazi nokulala, nokulala
Ehh kumnyama
Ndim lo ndihleli ndedwa ngoku
Ndim lo kumnyama (Ndim lo)
Andisakwazi nokuthetha
Ndisele seze
Kumyama uthando luphelile
Ndisel ebumnyameni
Ndim Lo (Uthando Luphelie uthando)
Kumnyama ngoku
Ndisele sele
Ndim lo ndihleli ndedwa bo
Kumnyama uthando luphelile bo
Ndisele ebumnyameni
Ndim lo kumnyama
Ingabe thando ubuphi na kobubumnyama
Ndim lo
Ehh kumnyama
Kumyama uthando luphelile
Luphelile uthando
Ndim lo kumnyama

< Ndihlel' ebumnyameni (Ndisele ebumnyameni) Eeh kumnyama Ndikhanyisel' indlela Ndihlel' ebumnyameni Eeh kumnyama Ndikhanyisel' indlela (Ndikhanyisele indlela) Ndim lo kumnyama [Verse 2] Ilihlwil' intliziyo yami Eeh kumnyama Xa luphelile uthando alumemezi, alumemezi Ndim lo (Ndisel ebumnyameni) Kumnyama Engabe thando uphi na kobubumnaya Intliziyo yam! [Outro] Xa luphelile uthando xa luphelile Aluyiceli indlela alumemezi, alumemezi Ndim lo kumnyama Uthando luphelile uthando Eehh Luphelile uthando Kumnyama Ndihleli ndedwa mna kakade Ndim lo kumnyama Uthando luphelile uthando (Ngabe thando uphi na kobubumnyama) Luphelile bo Eeh Kumnyama Thando ndihleli ndedwa Ingabe thando ugqibile ngam Thando Kumnyama Ndihleli engubeni (Ngabe thando uphi na kobubumnyama) Ndisel ebumnyameni

Read previous post:
Oli Milne – I`ll Be okay Lyrics

Lyrics For l`ll Be Okay By Oli Milne< /h2>Tears They're making their way And I can't explain Myself Fears They're...

Close