Ntanto – Nono Lyrics

Ntanto – Nono Lyrics

Lyrics for Nono by Ntando

u nono ngowami
buleli nchazo yenu
mama no tata wami abazali bami mama…
u nono ngowami buleli nchazo yenu

mama notata wam abazali bam hhaa asambe
nono siyolala siyolala embhedeni ndinombono ×2
kuzawuphel’icesha mina nawe
sithandana (siyolal siyolal’embhedeni)
ngamany amagama nditi zofa s’lahlane sozesihlukane

uthando lwethu ntombi lucine njengosamende (siyolal siyolal embhedeni)
kuyalunga ngalendaba yenkomo omalume
bami baza nazo (siyolal siyolal embhedeni) eyhii kuyalunga
ngalendaba yelobolo bobekwini
bam bebafuni nkomo (siyolal siyolale’mbhedeni)

uhh masambe nono iyo hha masambe
nono siyolala siyolal’embheden ndinobono ×2
kuzawupheli cesha mna nawe sithandana ngamnye
amagama ndithi zofa s’lahlane soze sihlukane
uthando lwethu ntomi lucine njengosamende iyoo
ha masambe nono siyolala siyolal’embhedeni ndinombona
bona pheli’cesha mna nawe s’thandana ngamanye amagama
ndithi sofa s’lahlene uthando lwenthu ntombi lucine njengosamende

Ntanto – Nono Lyrics

You cannot copy content of this page