Mobi Dixon & Naakmusiq – Camagu Lyrics

Lyrics For Camagu By Mobi Dixon & Naakmusiq Ft Nichume & Blomzit Avenue

Hey hey
Ndajikele’zingqondo imoshima
And that’s too bad ngoba ndine sibindi
Noba ungazama ntoni ndi qinile
Wena ingathi awuboni ndi jimile
Wazam’umoshi umoya wam kodwa ndisamile
Idlozi lina mandla, asoz’ulunge apha
Ungazama uncame, abaphantsi bahamba nami

Ndi phumile ebu mnyameni
Ndingenile eku khanyeni, ndakh’isizwe sami
Khokhel’ilifa lami, ama qhing’aphelile
Ukuhlupheka ndibu bonile apho kukho iingcinga zakude
Apho ndinga soze ndibuyele
Camagu bantu abadala, hloniph’idlozi
Camagu bantu abadala, hloniph’idlozi
Camagu bantu abadala, hloniph’idlozi
Camagu bantu abadala
Idlozi lina mandla asoz’ulunge apha
Ungazama uncame abaphantsi bahamba nami
Baxolel’abangayazi uba sihamba nani, uba sima nge nkani
Lahlebi’lizwi liyanqanda lithi
Masidibaneni, masincedaneni yhe ba kuthi
Masidibaneni
Idlozi lina mandla asoze ulunge apha,
Unga zama uncame abaphantsi bahamba nami
Camagu bantu abadala, hloniph’idlozi
Camagu bantu abadala, hloniph’idlozi
Camagu bantu abadala, hloniph’idlozi
Camagu bantu abadala.

 

Read previous post:
Soweto’ Finest – Tikoloshi Lyrics

Lyrics For Tikoloshi By Soweto' Finest Ft Da King & Bizizi Hay tikoloshi Hay tikoloshi Hay tikoloshi Hay tikoloshi Yebo...

Close