Mandisi Dyantyis – Ndimthanda Lyrics

Lyrics For Ndimthanda By Mandisi Dyantyis

Intro]

Heiya, heiya, heiya, heiya

Heiya, heiya, heiya, heiya

 

[Verse 1]

Ndimthanda nob’ evuka, ehamba, esenz’ intozakhe

Kutshisa, kubanda, kusasa nasemini

Equmbile, encumile, esenz’ intozakhe

Kumnyama, kumhlophe, kusasa nasemini

 

Ndimthanda nob’ evuka, ehamba, esenz’ intozakhe

Kutshisa, kubanda, kusasa nasemini

Equmbile, encumile, esenz’ intozakhe

Kumnyama, kumhlophe, kusasa nasemini

 

[Chorus]

Nguye lo, oncumisi indliziyo yam

Ngawonkaxesha, nguye lo

Nguye lo, oncumisi indliziyo yam

Ngaw’ onk’ amaxa

 

[Post-Chorus]

Heiya, heiya, heiya, heiya

Heiya, heiya, heiya, heiya

 

Heiya, heiya, heiya, heiya

Heiya, heiya, heiya, heiya

 

[Verse 2]

Ndimthanda nob’ evuka, ehamba, esenz’ intozakhe

Kutshisa, kubanda, kusasa nasemini

Equmbile, encumile, esenz’ intozakhe

Kumnyama, kumhlophe, kusasa nasemini

Ndimthanda nob’ evuka, ehamba, esenz’ intozakhe

Kutshisa, kubanda, kusasa nasemini

Equmbile, encumile, esenz’ intozakhe

Kumnyama, kumhlophe, kusasa nasemini

 

[Chorus]

Nguye lo (Nguye lo), oncumisi indliziyo yam(Nguye lo)

Ngaw’ onkaxesha (Nguye lo), nguye lo (Nguye lo)

Nguye lo (Nguye lo), oncumisi indliziyo yam (Nguye lo)

Ngaw’ onk’ amaxa

 

Nguye lo (Nguye lo), oncumisi indliziyo yam(Nguye lo)

Ngaw’ onkaxesha (Nguye lo), nguye lo (Nguye lo)

Nguye lo (Nguye lo), oncumisi indliziyo yam (Nguye lo)

Ngaw’ onk’ amaxa

 

[Outro]

Heiya, heiya, heiya, heiya

Heiya, heiya, heiya, heiya

Read previous post:
Kaien Cruz – Enormous Lyrics

Lyrics For Enormous By Kaien Cruz [Intro] Yeah, yeah Yeah, yeah Yeah, yeah Yeah, yeah Yeah, yeah [Chorus] Tinted in...

Close