Lloyiso – Madoda Sabelani Lyrics

Lyrics For Madoda Sabelani By Lloyiso

[Chorus]
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Abafazi bayalila (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

[Verse]
Ndiyathandaza Nkosi uphendule imithandazo yethu, izikhalo uyaziva, abafazi bayslila.
Mhh…
Syathandaza Nkosi bedlwengulwa, bebulalwa bekhalela ubomi babo
ngenelela! ngenelela! Ngenelela!

[Chorus]
Hee Madoda Mamelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi (x2)

Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Read previous post:
Malome Vector – Dumelang Lyrics

Lyrics For Dumelang By Malome Vector Ft Blaq Diamond Pre-Hook: Malome Vector] Tseba kerata ha kudu eduma Tau yaLesotho otla...

Close