Lemon & Herb – Ndiyeke Lyrics

Lemon & Herb – Ndiyeke Lyrics

Lyrics For Ndiyeke By Lemon & Herb Ft Ami faku

Yinto ephile , Ucimba ungcono

Hayi lento imbatshileyo

Urhumbu uchuku , soloko uyandi linda

Woyika ndifane nawe

Imali yam

Woyika ndifane nawe

Ngongabina nyani

Bandi yalile ndizi hambela

Bandixelela ukuthi awunamqolo

Soloko ukholisa amazantsi

Undi hendile ndaphazama

Ngoku xelela imfihlo zam

Ngoku uyandi hlazi

 

Ndiyeke, Ndiyeke, Ndiyeke ndiyo nxila

Imali yam

Ndiyeke, Ndiyeke, Ndiyeke ndiyo nxila

Imali yam

Ndiyeke, Ndiyeke, Ndiyeke ndiyo nxila

Imali yam

 

Yinto ephi le, ningam vuleli

kunye nomvulo

Yinto ephi le, ningam vuleli

Ebemkile i weekend yonke

kunye nomvulo

Yinto ephi le, ningam vuleli

kunye nomvulo

You cannot copy content of this page