Ami Faku – Ndivulele Lyrics

Lyrics For Ndivulele By Ami Faku ft Sun-El Musician

Ndivele ndicinge ndilile kule meko endikuyo

Ndizibhaqa ndicela uxolo

Ndiyaphambana Khawuyeke x2

 

Uyabusa umakhelwane

Angithi iphepha ulithengise ilali yonke x2

Umakhelwane

Ndivulele Ndivulele

Ngamanga amanga x4

Uyabusa umakhelwane

Angithi iphepha ulithengise ilali yonke x4

Umakhelwane

 

Ndivele ndicinge ndilile kule meko endikuyo

Ndizibhaqa ndicela uxolo

Ndiyaphambana Khawuyeke x2

Umakhelwane

Ndivulele Ndivulele

Ngamanga amanga x4

Uyabusa umakhelwane

Angithi iphepha ulithengise ilali yonke x4

Umakhelwane

Read previous post:
Ami Faku – Imali Lyrics

Lyrics For lmali By Ami Faku Ft Blaq Diamond Andinayo imali Ndihluphekile Ndithandazile kuzo lunga nini Nanko ememeza amashwa emuva...

Close