Ami Faku – Ndikhethe Wena Lyrics

Ami Faku – Ndikhethe Wena Lyrics

Lyrics For Ndikhethe Wena By Ami Faku

Ndandi heli ndedwa

Woza ncuma nam

Ndathatheka  zibekwa

Ndithandu Buhle bakho baby

Ndiyababona bonke

Akekho  ofana nawe

Usisiphiwo kum

Ahhh hmmm

 

Kubobonke

Ndikhethe wena

Kubobonke

Ndikhethe wena

Wena

 

Ebumnyameni

Ndimameli ntliziyo yam

Inombuzo othi

Ungandonwabisa

Ubomi banku bonke

Ndifunana nomuntu onguwe

Bendiphelelwe lithemba

Kwakhanya ngawe

 

kubobonke

Ndikhethe wena

Wena wena

Kubobonke

Ndikhethe wena

Wena wena

 

Xaaaaaa

Ndihlei nawe

Amehlo akho

Agcwele uthando

 

Kubobonke sthandwa sam

Ndikhethe wena

wena wena

Kubobonke

Ndikhethe wena

wena wena

Kubobonke ndikhethe wena

Ndikhethe wena

Kubobonke

Ndikhethe wena

wena wena

You cannot copy content of this page