Ami Faku – Lala Ngoxolo Lyrics Ft Emtee

Ami Faku – Lala Ngoxolo Lyrics Ft  Emtee

Lyrics For Lala Ngoxolo By Ami Faku Ft Emtee

Sobonana kweli linye ilizwe
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingxamele ubona uncumo lwakho
Sihleli siphele sisqhazolo
Okwangoku
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo

Uyabona manje akukho xolo
Bendicimba ndinamandla
Andiykholelwa
Iinyembezi, azipheli
Akusafani la ma ungekho
Ubungathe awuyonto, ngaphandle kwimi
Awuyonto
Kwaphela ubumboza
Andinanto
Joba umkile
Okwangoku
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo

[Emtee]
You used to tell me I would go far, ey
You used to tell me I would be a star, ey
I know you living better where you are, ey
You don’t need no ice, you don’t need no fancy car, ey
Ngelinyilanga sizo bona na
Ngelinyilanga sizo bloma na
Ngelinyilanga sizo bona na
Ngelinyilanga sizo bloma na
We don’t live forever we don’t live forever
but I know that one day we will be together
We don’t live forever we don’t live forever
Sobonana kweli linye ilizwe
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingavuya ukuva ilizwi lakho
Impilo ibuhlungu awukho
Okwangoku
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo

You cannot copy content of this page