Amanda Black – Khumbula Lyrics

Lyrics For Khumbula By Amanda Black Ft Ami Faku

Ndiyaku khumbula
Can’t spend another day like this
Celu buye
Uyazwakala nah?

Ndiyaku khumbula
Can’t spend another day like this
Celu buye
Uyazwakala nah?

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

I know that I’ve been here before
But every time I’m with it feels brand new
Every second away from you
Is like oxygen taken from me

Andisakwazi nokcinga
Ntliziyo izoqina
Andazi ba uyephi na
Sheshu buya Baby now
Andisakwazi nokcinga
Ntliziyo izoqina
Andazi ba uyephi na
Sheshu buya Baby now

Ndiyaku khumbula
Can’t spend another day like this
Celu buye
Uyazwakala nah?

Ndiyaku khumbula
Can’t spend another day like this
Celu buye
Uyazwakala nah?

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

Ndihambe ndleleni
Jonga ixesha limkile
Mandinyamezele kaloku ubundthembisile
Phutuma baby,
Ndikhona njengesiqhelo
Khawleza nono, ndikulindile
Phutuma baby,
Ndikhona njengesiqhelo
Khawleza nono, ndikulindile

Ndiyaku khumbula
Can’t spend another day like this
Celu buye
Uyazwakala nah?

Ndiyaku khumbula
Can’t spend another day like this
Celu buye
Uyazwakala nah?

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

Ndiyaku khumbula
Bula
Celi ubuye
Buye

Read previous post:
Amanda Black – Power Lyrics

Lyrics For Power By Amanda Black I believed that I was born for greatness That I would stand and fight...

Close