Amanda Black – Egoli Lyrics

Lyrics For Egoli By Amanda Black

Eh, mama
Eh, mama
Eh, mama, mama

Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli

Andlalanga ndiphand’ ubsuku bonke
Izolo ndihambe imini yonke
Indlela yam ijonge phambili, eh
Elivili alijiki bona nje

I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright
Ndithi, I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright

Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli

Ndifikile ndigalelekile
Intliziyo ibalulekile
Ndikhethiwe, ndikhethiwe
Ndikhethiwe, ndikhethiwe
Akekho ozondiqanda
Andizango lala
Akekh ozondiqanda
Andizango lala

I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright
Ndithi, I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright

Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli

Read previous post:
Black Coffee & Usher – Lalala Lyrics

Lyrics For Lalala By Black Coffee & Usher "LaLaLa" I can feel it overflowing Ain't no limits Just keep going...

Close