Amanda Black – Bayile Lyrics

Lyrics For Bayile By Amanda Black

On my way to Jozi
I’m sitting in a Greyhound
I’m thinking about my future
Ndibona izibane
Zikhanyela mna, excited but ndiyoyika

Ndikhalela umama
Untombi uxakiwe, will I make it ndiyazibuza

Bahambile bayile Egoli
Bayile apho kungabuywa khona
Bahambile bayile Egoli
Bayile apho kungabuywa khona

Hamba uphind ubuye
Hamba uphind ubuye
Hamba uphind ubuye
Hamba uphind ubuye

Impilo itshintshile uyabona
No longer the girl from the bus now
I’m famous now they love me
But some of them love to hate me
Wanting to drag me (drag me down)
These shining lights won’t (shake me down)
Ndibulelel uBawo for blessings
To tell you the truth I’m still fighting the war
Still fighting the war

Ndisakhalela umama, sometimes ndixakiwe
Have I made it ndisazibuza

Bahambile bayile Egoli
Bayile apho kungabuywa khona
Bahambile bayile Egoli
Bayile apho kungabuywa khona

Nguban othe kuzoba lula
Nguban othe kuzoba lula
Nguban othe kuzoba lula
Nguban othe kuzoba lula
Nguban othe kuzoba lula
Nguban othe kuzoba lula
Nguban othe kuzoba lula
Nguban othe kuzoba lula

Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile
(Ndiyanqoqoza ndivuleleni)

Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile
(Ndiyanqoqoza ndivuleleni)

Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile
(Ndiyanqoqoza ndivuleleni)

Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile
(Ndiyanqoqoza ndivuleleni)

Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile

Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile bayile
Bayile

Hamba uphind ubuye
Hamba uphind ubuye
Hamba uphind ubuye
Hamba uphind ubuye

Read previous post:
Amanda Black – Mmangwane Lyrics

Lyrics For Mmangwane By Amanda Black Heh mmangwane, mmangwane akumpulele akumpulele Heh mmangwane, mmangwane akumpulele akumpulele Heh mmangwane, mmangwane akumpulele...

Close