Amanda Black – Baninzi Lyrics

Lyrics For Baninzi By Amanda Black

Kunzima nam ndiyazi
Ingath uphelelwa ngamandla
Feeling empty is nothing new
Awyazi nobubheki phi, till you get through yeah
Indlela ibonwa kwa baphambili
Sukoyika wenza kakhulu
Be strong, move on
Ngoba baninzi yeah

Ewe ndiyazi nam yeah Baninzi
I’m not the first and not the last, Baninzi
Gotta survive ndzophumelela, Baninzi
Get up and chase their dreams yeah, Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi
Yeah Baninzi

Ndicelu uzoxole
Ndicelu uzoxole

Keep fighting
You’re not alone
Isendelendlela awuhambi wedwa
Indlela izokhanya soon enough
Jonga phambili
Jonga phambili
You’re not the first and you won’t be the last
So keep your head up
Bambelela
Bambelela

Ewe ndiyazi nam yeah Baninzi
I’m not the first and not the last, Baninzi
Gotta survive ndzophumelela, Baninzi
Get up and chase their dreams yeah, Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi
Yeah Baninzi

Ewe ndiyazi nam yeah Baninzi
I’m not the first and not the last, Baninzi
Gotta survive ndzophumelela, Baninzi
Get up and chase their dreams yeah, Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi yeah eh Baninzi
Baninzi
Yeah Baninzi

Read previous post:
Amanda Black – Intro Lyrics

Lyrics For Intro By Amanda Black Ft Kush Mahleka Are we good? Take pride and insult it with the best...

Close