Amanda Black – Thandwa Ndim Lyrics

- February 5, 2019 - No comments -

Verse 1

Ndizothandwa Ngubani Na?

Xa Ndishiya lendoda x 4

Naku uNomathemba Uyakhathala

Uthi Akazazi Uzothini Na Ngoku

Akazazi x 2V

Mphemfumlo Wam Uzophelela Kuphi

Andisakwazi Nokuthetha

Ndizothetha Nobani x2

Chorus

Ndizothandwa Ngubani Na?

Xa Ndishiya Lendoda x 4

Uzothandwa Ndim Uzothandwa x 6

Verse 2

Abangani Bayndixwayiswa

Ndiyamthanda x2

He Says It’s My Fault, Maybe ndim

He was never like this

I need Him x 5

He says it’s my fault, Maybe Ndim

He was never like this I need him

Chorus

Ndizothandwa Ngubani Na?

Xa Ndishiya Lendoda x 4

Uzothandwa Ndim Uzothandwa x 6

Read previous post:
DJ Speedsta - Combos Communicating Lyrics ft. OkMalumkoolkat
DJ Speedsta – Combos Communicating Lyrics ft. OkMalumkoolkat

Lyrics For Combos Communicating By DJ Speedsta OkMalumkoolkat I see you speaks it you killing them son Me and malum...

Close