MIRRIAM LEKENA – NDINGUBANI? LYRICS
NDINGUBANI? LYRICS
INGXOXO
MOLO SISI, HI ‘MA, HOW CAN I HELP YOU
SISI, NDIKHANGELA INCWADI ‘KA MPROFETI NTSIKANA
SORRY! PROPHET WHO?
UMPROFETI NTSIKANA SISI
IBINGOMNYE WABAPROFETI BAKWANTU,
ABAPROFETI BABEKHOKHELWA NGUMOYA, BEBEPHILISA,
BEBHABHADISA NGOMOYA KATHIXO.
HEY, MA MINA I ONLY KNOW 1 PROPHET
WHO IS JESUS CHRIST
HE IS THE ONE WHO DID LEZIZINTO OKHULUMA NGAZO
ANYWAY, ANGINAYO LEYONCWADI OYIFUNAYO,
BUT, I CAN GIVE YOU INCWADI YAZO ZONKE IZINTO OZIFUNAYO
IS THE HOLY BIBLE
NGALE NCWADI, U CAN GET EVERYTHING
IT IS THE LIVING WORD, WITHOUT THIS BOOK YOU’RE NOTHING MAMA
I PROMISE YOU
UQINISEKE KANGAKANANI NGALENCWADI
OTHETHA NGAYO UKUBA YIYO
KWAYE INOBUNYANI KANGAKANANI?
MAMA, NGICELA ULALELE LANA TU!
DO NOT BLASPHEME
AGAINST MY HOLY BOOK
THIS BOOK IS EVERYTHING TO ME
OR YOU’LL BE CURSED. I PROMISE
THIS BOOK IS THE ALPHA AND OMEGA
WITHOUT THIS BOOK YOU ARE NOTHING
CAUSE WITHOUT IT YOU
DON’T HAVE GOD, NEH!
SO I KNOW WHAT I’M TALKING ABOUT HERE
JONGA APHA KE SISI,
MNA NDIYAYAZI INYANISO NGALENCWADI OTHETHA NGAYO
LE OYENZA ISIQALO NESIPHELO
WENA NABANYE ABAFANA NAWE, ABASEBUMNYAMENI
BUT MAMA, THIS BOOK IS EVERYTHING
VULA AMEHLO AKHO SISI,
INYANISO SESIYAMBULELWE.
POEM
HYINI NA LE! MA’AFRIKA
HYINI NA LE!
M’AFRIKA UYAZAZI UKUBA UNGUBANI NA?
UYAZAZI UKUBA UBUYA PHI NA?
UYAYAZI UKUBA UYAPHI NA?
UNGAYAZI NJANI INTSUKAPHI YAKHO
UNGAYAZI IMVELAPHI YAKHO
SIZWE ‘SIMNYAMA NISINGISEPHI NA?
AMASIKO NEZITHETHE SILAHLILE JWI!
INGABA INKAMVA LETHU
LOBA NJANI NA XA THINA
MA’AFRIKA SINGAZI
AMASIKO NEZITHETHE NJE
[CHORUS]
BUYA – WE M’AFRICA
UBUYELE KHAYA
MASIKHUMBULE INGCAMBU ZETHU
SIBUYELE KHAYA
POEM
BUYANI SIZWE – SINTSUNDU, BUYANI
SIYINTONI NA ISIZWE ESINGENA SIKO
MAZIBUYE MOSISWENI MA’AFRIKA
MASENZENI INGUQU NABADALA
NGE MVELAPHI YETHU
CHORUS
SIKHALEL ‘I AFRIKA
KWINKOLO YAMANDULO
SIKHALEL’ INKOLO YETHU
THINA SIZWE SINTSUNDU
POEM
MAWUBUYE UMOYA WA BAPROFETI
BAKWANTU, MAWUBUYE
SITHETHA NGABO ABA PROFETI
BAMANDULO
BONA BAMBULELWA UTHIXO NGOMOYA
LINGAKAFIKI IBHAYIBHILI
NIDIDWE YINTONI MA’AFRIKA
PHAPHAMANI SIZWE SAKWANTU
IZINTO, ZIMAN’UKWENZEKA
MASINISENI IZINTO NGOMXHOLO
SIYEKE UKUBETHA NGOYABA
UMA UZAZI APHO UBUYA KHONA
UZOLAZI IQINISO NGOKUKHONZA KWAKHO
CHORUS
SIKHALEL’I AFRIKA
KWINKOLO YAMANDULO
SIKHALEL’INKOLO YETHU
THINA SIZW’ESINTSUNDU
POEM
HALALA ‘SIZWE SINTSUNDU HALALA
ZIQHENYE M’AFRICA NGOBUWENA BAKHO
IQHAYIYA, NEBHONGO LWETHU LISIKO
MAKUBE CHOSI, KUBE HELE
CAMAGU, QONGQOLOLO
CHORUS
BUYA – WE M’AFRIKA
UBUYELE KHAYA
MASIKHUMBUL’INGCAMBU ZETHU
SIBUYELE KHAYA