The Soil – Baninzi

The Soil – Baninzi

Baninzi abafuna lonk’uthando lwentliziyo yam
Ndikunika
lonk’uthando lwentliziyo yam
Mama, mama
Ndibambe kanje ndibambe kaso

Ndibambe kanje ndibambe kaso.

Tagged ,

You cannot copy content of this page