Ringo Madlingozi- Ekuseni Lyrics

Ringo Madlingozi- Ekuseni Lyrics

Lyrics to Ekuseni by Ringo Madlingozi

Chorus

Umthandile ekuseni

Noxa ehlal’ekutyhola

Noxa inyani uyazi
Verse 1

“Buya mthanda”

Myeke akubambe ngokwakhe

Myeke azibonakalise

Uza’bona ngezenzo

K’buyak’thanda

Uyamfuna mpfh…

Myeke akufune ngokwakhe OH!

Myeke ak’fownele

Uk’buyak’thanda

Ingaba uumm
Chorus

Umthandile ekuseni

Noxa ehlal’ekutyhola

Noxa inyani uyazi

Ngab’umthandile na

Umthandile na

Umthandile ebusuku

Noba sekusola

Noba uyazi umsulwa

Ngab’umthandile na

Umthandile
Verse 2

Ungamphikisi nanini na

Yiba naye

Hamba naye

Yiba naye

Emphefumlweni Ow!

Ungalwi naye

Nanini na

Ukub’uyamthanda nyhani

Makayazi nguye yedwa

Awu! Makayazi ubona yena yedwa

Amaxesha onke ey!

Nduyabuza
Chorus

Noxa ehlal’ekutyhola

Noxa inyazi uyazi

Awu!

Ebusuku

Noba sekusola

Noba umsulwa

Baby ndik’thandile

Uyayazi ndiyak’thanda

Angeke sehlukanisiwe

Zizinto ezincane

Aha ha ha

Ndohlala ndikuthanda

Baby

Ndohlala ndikuthanda

(Noba) 2X

Kunini na

Ebusuku / emini

Ekuseni

Ndohlala ndikuthanda baby

Ndohlala ndikuthanda

Noba noba kunini na

Ekuseni ebusuku

Maxesha onke
© Ringo Madlingozi

Tagged

You cannot copy content of this page