Psyfo ft iFani - Umtu Wam Lyrics - Kasi Lyrics

Psyfo ft iFani – Umtu Wam Lyrics

Lyrics to Umtu Wam by Psyfo ft iFani

Hay’ mani, Ha
Psyfo, ha ha ha ha
Hay’ mani
This is a public service announcement, yeah
Ha ha ha ha

Chorus
(Ke motho waka) x 3
(But ga  itse  gore ke motho waka) x 3

Verse 1:
Uyandaz” izolo, bend’ senza ntoni
Ubusenza ntoni?
Su’thand’ iindaba Chap
(Indaba Chap) x 3
Suthand’ indaba Chap
Bend’fak’ i shirt
Ubufak’ i shirt
Bend’fak’ iishades
Wafak’ iishades
Bend’fak’ u chappies bafethu, umlomo ebenuka fresh
Ebenuka fresh
Uphela kwemini
Mi-mi-miniiii
Ndabamb’ i cherry
Wabamb’ icherry
Igama lakhe ngu Chaddonay
Shem ubunxilile Chap
Bend’nxilile njani? Bend’bamb’ uChaddonay izolo mani
Shem ubunxilile Chap
Bend’nxilile njani?
Ubunxilile Chap
Bend’nxilile nyhani?
Ubunxilile Chap
Bend’nxilile nyhani

Chorus
(Ke motho waka) x 3
(But ga  itse  gore ke motho waka) x 3

Bridge:
U Losha Cooper, ngumuntu wam
No Eda Rose, ngumuntu wam
Amo Chidi, ngumuntu
(Akayaz’ uk’bana ungumntu wam) x 3
Anele Mdoda, ngumuntu wam
U Mam’ uRuby, ngumuntu wam
Lindiwe Mazibukoooo, ngumuntu wam
(Akayaz’ uk’bana ungumntu wam) x 3
(Umuntu wakho, ngumntu wam) x 3
But awuyaz’ umntu wakho ngumntu wam

Verse 2:
Hey there lady
Nguban’ igama
You probably know me
Andithi sana
Wenzani namhlanje
Ndipheth’ iVISA
Masiy’ e clubbini nd’zak’thengel’ I spinza
He means i champagne
I mean i drink
Zonk’ oz’funayo
Mas’sele tyhini
‘Yamazi lasisi wase tv(ini) umubi sana
Hay’ shut up Ifani, uCaster Semenya ngumntu wakho, no Angie Mothsekga ngumntu wakho
Hayi suxoka ay’ngomntu wam
U Nandie Mngoma ngumntu wam

Chorus
(Ke motho waka) x 3
(But ga  itse  gore ke motho waka) x 3

Bridge:
U Roxie Burger, ngumuntu wam
Amanda du Pont, ngumuntu wam
U Carrie MacGregor, ngumuntu
(Akayaz’ uk’bana ungumntu wam) x 3
U Winnie Khumalo, ngumuntu wam
No Queen Moroka, ngumuntu wam
Nalosisi we Freshly Ground, ngumuntu wam
(Akayaz’ uk’bana ungumntu wam) x 3
Akayaz’ uk’ban, akayaz’ uk’ban, akayaz’ uk’bana ungumntu wam
International, Ifani, lendaba

Submitted By Lwando Siseko Tyobeka

You may also like...

Ads






Sponsored Posts

Ads

Follow Kasi Lyrics On Facebook