Ntando- Dali Wami Lyrics

Ntando- Dali Wami Lyrics

Lyrics to Dali Wami by Ntando

UNtando wakwantu

  Mamelani
  Yelele yeee
  Kudala mandifunana nentombi  enjengawe
  Kudala mandifunana nawe sthandwa  sami
  Aw’ mihla ne zolo mihla ne zolo
  Uyaw’thuthuzela umoya wami
  Ndiboniswa mina nawe siphil’iminyaka
  Njengamajuba sofa silahlane
  Aw mihla nezolo mihla nezolo
  Uyaw’thuthuzela umoya wami
  Chorus x2
  We dali wam
  Wena sweety wami
  Ndithanda wena wedwa nje
  Ndifuna nokuk’shada yoo
  Makungenzeka khona kusasa lo
  Aw ntombazana ndithi kuwe ndithi  kiwe
  Kuzawude kube nini na ndidlalisa
  Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
  Ndifun’intombi ezawungenza  indoda emadodeni yo
  Ndithanda indlela le wena ntombi  ohlonipha ngayo
  Ndithanda indlela le wena ntombi  oz’xhenya ngayo
  Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
  Mm Uyawuthuthuzela umoya wami
  Chorus x2
  Kudala mandifunana nentombi  enjengawe
  Kudala mandifunana nawe sthandwa  sami
  Aw’ mihla ne zolo mihla ne zolo
  Uyaw’thuthuzela umoya wami
  Ndithanda indlela le wena ntombi  ohlonipha ngayo
  Ndithanda indlela le wena ntombi  oz’xhenya ngayo
  Ntombazana ndithi kuwe ndikhulile
  Mm Uyawuthuthuzela umoya wami

 

Tagged

You cannot copy content of this page