Nathi- Ndenzenjani  lyrics

Nathi- Ndenzenjani lyrics

Ndenzenjani (Ndenze njani) lyrics – Nathi

[chorus]
Ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani, hey
Ndimana ndizibuz’ ukuthi ndingenza njani
[repeat]

[verse 1]
Kolu thando ndibon’ ingozi
Kolu thando ndibon’ intshaba
Zezilungiswe nguw’ ezonto
Ndenze njani
[repeat]

[chorus]

[verse 2]
Ndakuhliwa nasisifo
Onk’ amandla am ahluthwa
Ndiyazama kodwa ndenze njani
Yiguqul’ eyam intando
Yifanise nale yakho
Susa konk’ ukuthandabuza
Ndenze njani

[chorus]

[verse 1]

[chorus till end]

Tagged ,

You cannot copy content of this page