Nathi Mankayi – Noba Ngumama Lyrics

Nathi Mankayi – Noba Ngumama Lyrics

Lyrics to Noba Ngumama by Nathi Mankayi

[Repeat x2]
Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andaz’ ba ndenzeni na kumakhelwane

[Chorus x2]
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa

[Repeat x2]
Bayandithyola aba bantu mna
Bathi ndiqhekezile
Emzini wegxagxa

[Chorus]

Ndike ndabizwa ngamagama wonke
Ndabizwa nangebhantinti
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndabizwa ngoguluva
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu

[Chorus x4]

Mna ndizondwa ngabantu
ndizondwa ngumakhelwane
Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane

You cannot copy content of this page