Moneoa – Lalala Lyrics

Moneoa – Lalala Lyrics

Lyrics to Lalala By Moneoa

Wang’jonga nge cala
Ngancancazazekaka
Hayimani yenu yangicaza
Ndiyacelela

Ndikucinga njalo baby
Ndicakekile heeeeee
Intloni anginazo baby
Wenu thandiwe heeee

Zange ndifumane omunye
Ondiphambanisa njengawe
Wenu phethi nhliziyo yami

Ooooh lalala lalala
Ooooh lalala lalala
Ooooh lalala lalala

Siqalu’ ukbonana
Ndandisendimthanda
Ca ehamba ngifunu kukhala
Ndizenzu mtwana omncinci
Nangelinyilanga
Sigcibuk’ bambana
Waveza wang’cel’ ukungtchadha
Ndaphambana
Ndak’celela mzala

Ndikucinga njalo baby
Ndicakekile heeeeee
Intloni anginazo baby
Wenu thandiwe heeee

Zange ndifumane omunye
Ondiphambanisa njengawe
Wenu phethi nhliziyo yami

Ooooh lalala lalala
Ooooh lalalalalala
Ooooh lalala lalala

Tagged

You cannot copy content of this page