Zahara – Yhini Lyrics

Lyrics For Yhini By Zahara

Kutheni ndiziva ndisisaphu selane kokwetu
Umzimba uzintlaba zohlukene Kokwetu
Ohh Yhini Yhini kokwethu
Uwhoah Yhini Yhini kokwethu

Amaphiko am ophukile kodwa ndicela elinye ithuba
Ndibhabhe kaphinde ndiy’ephakadeni
Ohh yhini
nam nindothusile ndaziva ndisemfuleni
Ohh Yhini
Manzini ndithwebule ingathi ndisisaphula mthetho

Oh yhini yhini kokwethu
Uwhoah Yhini Yhini kokwethu
Umkhusane uvuliwe weMa Amaveza Ndlebe athe ntaa

Uwhoah yhini yhini kokwethu

Read previous post:
Zahara Mgodi Album Lyrics
Zahara – Thembalam Lyrics

Lyrics For Thembalam By Zahara We sthandwa Andisakwazi ngaphandle kwakho Nguwe umphefulo wam Uyangcokola ngenxa yakho Nguwe umphefulo wam Ndijikelwa...

Close