Phelo Bala -Lento Uyenza Kumi Lyrics

Phelo Bala -Lento Uyenza Kumi Lyrics

Lyrics For Lento Uyenza Kumi By Phelo Bala

Lento uyenza kumi
Ay’ lunganga
Ucinga kutheni na
Ndingonwabanga (2x)

Langa lomphufumlo wam
Mthunzi wokuphumla kwam
Wen’ ulothembha lamathemba
(Uliliwa lam)
Amasuku nobusuku
Ndicingana nawe
(Ndicel’ ungazideli, ngendlel’ endikuthanda ngayo)
Ndinikele ithuba
Asoze ndikuphoxe
(Ndicela undithembhe oh-oh-oh)
Ingabanba ndingenza ntoni na?
Mna ndizoyenza
(Oh khawundi thembhe)

Lento uyenza kumi
Ay’ lunganga
Ucinga kutheni na
Ndingonwabanga (2x) (Mmmh-heee-mmmh)
Ndizamile ndakubhuqa
Uyanyamalala
Hayi ukuthula kwakho
(Akwenzi izinto z’belula)
Oluthando lolwenene
Awuboni nalonto
(Ndizama ukulungisa, kodwa wena awuboni)
Xa ungathethi nam
Uyandoyikisa
(Ndicela undithembhe oh-oh-oh)
Ingabandingenza ntoni na?
Mna ndizoyenza
(Oh khawundi thembhe)

Lento uyenza kumi
Ay’ lunganga
Ucinga kutheni na
Ndingonwabanga (2x)

You cannot copy content of this page