Oskido – 50 Degrees Lyrics Ft Nokwazi

Oskido – 50 Degrees Lyrics Ft Nokwazi

Lyrics For 50 Degrees By Oskido Ft Nokwazi

Ndim’ ke lo’
Ndiphethe izinto
Ndime ke lo we
Ndingumpheth’ wezinto

Ndim’ ke lo’
Ndiphethe izinto
Ezimnandi
Ndime ke lo we
Ndingumpheth’ wezinto

Abakhalayo
Mabeze kim’
Abalilayo
Mabeze kum’

Abakhalayo
Mabeze kim’
Abalilayo
Mabeze kum’

Ndingumpheth’ wezinto

You cannot copy content of this page