Ntando – Dali Lyrics

Ntando – Dali Lyrics

Lyrics For Dali by Ntando

Ndiyababona bonke kodwa
Dali nguwe x2
I wonder yintoni na le endenza
Ndicule nguwe x2
Nd’zakubamb’egxeni mihla yonke
Yokuphila kwami.
Ndizokukhuthaza nob’izinto
Sezibhek’ecaleni.
Umlingani ngowani na xayengasoz’
Akupholis’amanxeba, mhmm.
Ntombi ndiyabulela zang’indishiy’
Enyanyeni, eh eh

Ndyakuthembisa ntomb’entle
Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe.
Ndyakuthembisa ntombe’entle
Ndzabalidwala lakho kunaphakade
(Umamiya)
Ndzakubabonisa mamiya
Ngob’abaninzi bathi ndidlala
Ngawe x2

Ndiyababona bonke kodwa
Dali nguwe x2
I wonder yintoni na le endenza
Ndicule nguwe x2

Kawubamb’isandla sam ubayeke
Abanezothe.
Ngoba, ndithembele kuwe ntombazane ngakho konke.
Ndingenza nantoni ndingavuma
Nangoku ngako konke.
Soze ndikuyeke mama x2 nangoku.

Ndyakuthembisa ntomb’entle
Ndzabalidwala lakho kude kuvalwe
Ndyakuthembisa ntombe’entle
Ndzabalidwala lakho kunaphakade
(Umamiya)
Ndzakubabonisa mamiya
Ngob’abaninzi bathi ndidlala
Ngawe x2

Ndiyababona bonke kodwa
Dali nguwe x2
I wonder yintoni na le endenza
Ndicule nguwe x2

You cannot copy content of this page