Dj Mizz & Yves – Badlaliwe Abantu Lyrics

Lyrics For Badlaliwe Abantu by Dj Mizz & Yves

Verse1
Ndiyavuma bak’dlalile
Khawvule intliziyo yakho ndilapha
Ndiyayazi ubethekile
Yekelela intliziyo(intliziyo)
Ngoba nam bandidlalile
Andisoze ndikuphoxe
Ndiyacela undithembe

Chorus
Badlalile ngawe abantu badlalile!
Badlalile !…badlalile
Badlalile ngawe abantu badladlile (ooohhh wee yeah..yeah hey)×2

Verse2
BADLALILE ngawe abantu!
BADLALILE ngam abantu!
But we’ll never be the same
But we’ll never be this way baby
Kunzima kum! (kunzima kum)
Kunzima kuwe!(kunzima kuwe)
But I’ll never live my life in misery(misery)
Andisoze ndikuphoxe
Ndiyacela undithembe!!!

Badlalile ngawe abantu badlalile
Badlalile.. Badlalile..(oooh wee yeah hey)

Badlalile ngam abantu!
Badlalile ngawe abantu!
Yekelela..lela!!!!!!
Ngiyakweseka…seka!!!!..

…till fade

Read previous post:
Mobi Dixon- Bhutiza Lyrics
Mobi Dixon- Bhutiza Lyrics (feat. Nichume)

Lyrics For Bhutiza by Mobi Dixon Ft Nichume Uthando lakho Luhamba nami Imihla nezolo Ingondo yami Ihlala njalo Icingana nawe...

Close