Lyrics: The Soil – Nonzwakazi Lyrics

- February 5, 2017 - No comments -

Lyrics to Nonzwakazi by The Soil

Nozwakazi, Inoba uyazi ndikuthulela umnqwazi ubuhle bakho
bundigqiba amazwi, Nozwakazi, inobuyazo ndikuthulela
umnqwazi ubhle bako bundigqiba amazwi he.

Chorus X2
Ekhaya bakubonile nyhani bakubonile ngawe bandibuzile ndimamele!
Nozwakazi ndikuthandile ndibona mna nawe Nozwakazi sesitshatileeehee.
Hay ubuhle bakho Nozwakazi, benze ndoda ithuke ingazazi.
hayi ugcwele ingcina zalomjita,
mbelukazi mna ndiyazfela ndibona sithsatile mna nawe,
ndibona sinosapho mna nawe, whe Nonzwakali
sthandwa sam thatha nalo lwakwa nalu thando lwami

Chorus
Kantu nje xa uvuyile amehlo avela agcwalu thando kantu nje xa uvuyile?
uncumo lwakho lutsho ngaphakathii. Nonzwakazi ndikuthandile
nyhani ndikuthandile ndibona mna nawe sesitshatile ixesha
lifikile kudala ndilindile Nozwakazi kudala ndikulindilee

Chorus
Awh ubuhle obungaka, ndakwethelwa ngabadala helele,
please utshele ubaba nomama. awhuu sendifuna ukukuthsata helele
Nonzwakazi helele
Nozwakazi, Inoba uyazi ndikuthulela umnqwazi
ubuhle bakho bundigqiba amazwi, Nozwakazi!
inobuyazi ndikuthulela umnqwazi ubuhle bako bundigqiba amazi
helele Nozwakazi helele, Nozwakazi Helele

The Soil – Nonzwakazi Lyrics