Lyrics: Nathi Mankayi- Ukuthanda Wena Lyrics

Lyrics: Nathi Mankayi- Ukuthanda Wena Lyrics

Lyrics to Ukuthanda Wena by Nathi Mankayi

Ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam
Ukundithobela wena kungumsebenzi wakho
[repeat]

Oko ndathandana nawe kwakhany’ ubomi bam
Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam
[repeat]

Ukuthanda wena lady kungumsebenzi wam
Ukundithobela wena kungumsebenzi wakho
[repeat

Oko ndathandana nawe kwakhany’ ubomi bam
Kwamnandi syathandana waba lubambo lwam
[repeat]

Azange wake wandiphoxa. Azange wandishiya
Azange wake wandihlazisa. Ulubambo lwam
[repeat]

Oko ndathandana nawe kwakhany’ njeng’ emini
Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam

Oko ndathandana nawe kwakhany’ ubomi bam
Kwamnandi sathandana waba lubambo lwam
[repeat till end]

You cannot copy content of this page