Lyrics: Nathi Mankayi – Amalongwe Lyrics

Lyrics: Nathi Mankayi – Amalongwe Lyrics

Lyrics to Amalongwe by Nathi Mankayi

Haayi, haayi

[chorus]
Sibasa ngamalongwe x4

Funda mntanam, qiniseka kakhulu
Fund’ ud’ utyekez’ imfundo le
Uval’ imilenze ungalimali ngalamakhwenkwe
Azakushiya nemhoka-mhoka ongasob’ uphume kuyo
Kweli khaya kujongwe kuwe, ayikh’ indoda
Kuzobaswa ngalamaongwe, ye mntanam

[chorus]
Sibasa ngamalongwe x2
Kwelikhaya mntanam
Sibasa ngamalongwe x2

Khumbula ushiy’ izindlu zisindwa ngodaka
Ungalihlazis’ ikhaya lakho, kujongwe kuwe
Ayikhw’ indoda kwelikhaya
If’ ithwel’ umnqwazi
Kunzima kubaswa ngamalongwe

[chorus]
Sibasa ngamalongwe x2
Ye mntwanam
Kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
Sibasa ngamalongwe
Kubaswa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
Sibasa ngamalongwe

Sibaliselan’ amabali, sijikelez’ umlilo
Sibasa ngamalongwe
Sibasa ngamalongwe ye mntanam
Sibasa ngamalongwe kwelikhaya kunzima
Kubaswa ngamalongwe kunzima
Sibasa ngamalongwe x3

You cannot copy content of this page