Lyrics: Nathi Mankayi – Abantu Balendawo Lyrics

Lyrics: Nathi Mankayi – Abantu Balendawo Lyrics

Abantu Balendawo Lyrics by Nathi Mankayi

Khukho abantu kulendawo
Abafun’ ubona ntwentle tu!
Xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya
Bath’ uzenza ngcono
Ngcon’ ulandeliphupha lakho
Ngcon’ usabel’ ubizo lwakho, Hayi
Ngcon’ ukuthiw’ uyaphambana kunokuba: uphalale njengabo
Xa ndibulisa bayathula ndithi Molweni, Abavumi
Xa ndidlula bayathetha, akabulisi ucing’ ungcono.

Abasafuni nohlala nam
Xa ndingena bayaphakama bahambe
Uzosimoshela abantwana lo! Makahambe
Bendifun’ uthando nje

Kanti abantu balendawu banjani?
Abafun’ ubona ntwentle tu!
Xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya
Bath’ uzenza ngcono
Ngcon’ ulandeliphupha lakho
Ngcon’ usabel’ ubizo lwakho, Hayi
Ngcon’ ukuthiw’ uyaphambana kunokuba: uphalale njengabo

Kanti abantu balendawu banjani?
Abafun’ ubona ntwentle tu!
Xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya
Bath’ uzenza ngcono

You cannot copy content of this page