Lyrics: Berita – Nguwe Wedwa lyrics

Lyrics: Berita – Nguwe Wedwa lyrics

Nguwe Wedwa lyrics by Berita

[intro]
Oh, nguwe wedwa

Sthandwa sami, nana wami yiza ndikuhlebele
Intliziyo yami yeyakho, uyonwabisile

[chorus]
Nguwe wedwa, nguwe wedwa ilitha le ntliziyo yam
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandikhohlisa
Nguwe wedwa, nguwe wedwa endimthandayo
Nguwe wedwa, nguwe wedwa, awuzange wandilibazisa
Sthandwa sami thatha nal’ uthando lwami, ngolwakho
Khululeka, hamba nam ndawo zonke, ndingowakho

Baby wami, muntu wami andifuni no’va ngawe
Akho ntab’ endingenoynyuka, akho mlambo endingenowuwela
Ukude ndonelise intliziyo yakho

[chorus]

Nguwe wedwa, nguwe wedwa x4

Sthandswa sami thatha nal’ uthando lwami, ngolwakho
Khululeka hamba nam ndawo zonke, ndingowakho
[repeat till end]

You cannot copy content of this page